YONKE IMIBUZO YMAYIBHEKISWE KU: MNU N. GAWULA ISEBE LEZOBULUNGISA NOPHUHLISO LOMGAQO-SISEKO INOMBOLO YOMNXEBA: 012-357 8573 / 8626 IFEKSI: 0866 193 443 ISELULA: 082 466 8968
IINKCUKACHA ZOBUQU: IFani: ... Amagama apheleleyo njengoko evela kwincwadi yakho YESAZISI ID:
Inombolo yesazisi: ... 
IINKCUKACHA ZOQHAGAMSHELWANO:
Idilesi yeposi: ... 
Idilesi yesitalato: ... 
Iinkcukacha zentolongo, ukuba zikhona: Inombolo yasentolongweni: ... Owona mhla ukufutshane onokulungela ngawo ingqawule: ... Umhla ekufaneleke ukuba ukhululwe ngawo: ... Izifundo zokukubuyisela kwisimo sangaphambili ozenzileyo ngexesha lokuvalelwa entolongweni:
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo
IINKCUKACHA ZE (AMA) TYALA UXOLELO OLUFUNELWA ZONA
ITYALA (UHLOBO LWETYALA UMZEKELO. UKUBULALA)(Dwelisa ityala ngalinye ngokwahlukeneyo) UMHLA WOKWENZIWA KWETYALA INDAWO ELENZIWE KUYO ITYALA UMHLA WOKUGWETYW A INKUNDLA INOMBOLO YETYALA ISIGWEBO
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala
IINKCUKACHA ZE(AMA)TYALA KUNYE NOKUPHEMBELELA ISICELO
Nika ezi nkcukacha zilandelayo:
Kwakutheni ukuze lenziwe i(ama)tyala:
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo
Ingaba kwabakho umntu owenzakalayo okanye obulawayo okanye ingaba ukhona umntu owehlelwa ngumonakalo kwipropati ngenxa ye(yama)tyala elinjalo kunye nobungakanani bako nakuphi na ukwenzakala kunye/okanye umonakalo kwakhona nceda unike iinkcukacha zoqhagamshelwano zamaxhoba, ukuba ziyafumaneka:
(a) Ingaba waye wazuza wena buqu ngayo nangayiphi na indlela ngokwenza elo/loo (ma) tyala?
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo b Ukuba kunjalo, cacisa ubunjani kunye nobungakanani beenzuzo ezinjalo.
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo
(a) Ingaba i(ama)tyala lenziwa kuqhutywa umyalelo, ukuvunywa, okanye ugunyaziso ngokwemigqaliselo yomgaqo-nkqubo wombutho, iqela okanye umbutho wezopolitiko, iziko, umbutho okanye iqumrhu lenkululeko kwaye ukuba uthi ewe, xela igama leqela lezpolitiko, umbutho, iziko, iqumrhu okanye umbutho lenkululeko:
b Ukuba kunjalo, ungazixela iinkcukacha zaloo myalelo onjalo okanye ukuvunywa okanye umgaqo-nkqubo kunye nomhla ngaphaya koko kunye ne(ama)gama, i(ii)dilesi, i(ii)nombolo yo(zo)mnxeba okanye naziphi na ezinye iinkcukacha zoqhagamshelwano zo(aba)ntu owabika oko kuvuma okanye umyalelo:
Yayiyintoni injongo yezopolitiko, ukuba kukho nayiphi na, owawufuna ukuyiphumeza ngokwenza i(ama)tyala?
Ingaba umbutho wakho, iziko, iqumrhu okanye umbutho wenkululeko uzuze ntoni ekwenziweni kwe(kwama)tyala?
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo
(a) Ingaba wawuligosa/umbambi-ofisi/ilungu umxhasi wawo nawuphi na umbutho wezopolitiko/iziko/iqumrhu/umbutho wenkululeko ngexesha ekwenziwa nga(wo)lo i(ama)tyala. Ukuba kunjalo, Sesiphi isikhundla owawukuso?
Inombolo yobulungu, ukuba kukho nayiphi na:
Umhla owaba lilungu ngawo lombutho/iziko/iqumrhu okanye umbutho wenkululeko:
Xela izizathu zokuba kutheni ku kuba kokulungileyo ukuba uMongameli akunike uxolelo.
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo
Ukuba kunjalo, nika iinkcukacha uze unike nenombolo yesingqinisiso:
Ukuba ngaba okwangoku udontsa isigwebo sakho, xela ukuba ingaba wake wafaka isicelo sengqawule na ngaphambili:
Ukuba ngaba isicelo sakho sokubekwa kwingqawule saliwa, nika izizathu zokuba kutheni saliwa nje isicelo sakho:
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo
ISihlomelo A esigcwaliswe ngumbutho wezopolitiko/iziko/iqumrhu okanye umbutho wenkululeko ukuba ngaba bayasixhasa isicelo sakho.
Nawaphi na amaxwebhu afumanekayo aphathelene nokubuyiselwa kwimo yangaphambili kwesimilo entolongweni kunye okanye emva kokukhululwa entolongweni.
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo
Esi sigaba masigcwaliswe kwaye iphepha ngalinye kufakwe oonobumba kulo kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo
Mna ... (Amagama apheleleyo nefani) ndibhengeza ukuba olu lwazi lungasentla luyinene kwaye luchanekile.
Ingaba uyakwazi kwaye ukuqonda okuqulethwe yile ngxelo?
Impendulo: ... 
Ingaba unayo nayiphi na inkcaso echasene nokuthatha isifungo esimiselweyo?
Impendulo: ... 
Ingaba isifungo esimiselweyo usithatha njengesibophelelayo kwisazela sakho?
Impendulo: ... 
A. Ndiqinisekisa ukuba imibuzo ekhankanywe ngasentla ithiwe thaca kum kwaye iimpendulo zayo ke apho njengoko ziboniswe ngasentla zibhalwe ndikhona.
B. Ndiqinisekisa ukuba umbhengezi uvumile ukuba uyakwazi kwaye ekuqonda okuqulethwe kwesi sibhengezo esifungelwe phambi kwam kwaye usayino lombhengezi ke apho luye lwabekwa ndikhona.
 ... UMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni UMkomishinala oFungisayo
Amagama okuqala apheleleyo neFani ... (NgoonoBumba abakhulu)
Umfaki sicela kufuneka afake oonobumba bamagama akhe kweli phepha kukho uMgwebi wamaTyala amaNcinane eNkundleni okanye uMkomishinala oFungisayo
IDilesi yaseMsebenzini ... 
Umhla ... Indawo ... 
OKANYE
Impendulo ... 
A. Ndiqinisekisa ukuba umbuzo okhankanywe ngasentla uthiwe thaca kum kwaye impendulo yam apho ke njengoko ibonisiwe ngasentla ibhalwe phantsi ndikhona.
B. Ndiqinisekisa ukuba umbhengezi uvumile ukuba uyakwazi kwaye ekuqonda okuqulethwe kwesi sibhengezo siqinisekiswe phambi kwam kwaye usayino lombhengezi ke apho luye lwabekwa ndikhona.