IZIKO LEENKONZO ZOLUNTU
ISICELO SESAPHULELO KWIIRHAFU ZEMIBUTHO ENGENZI-NZUZO NEMIBUTHO EXHASA ULUNTU 2010/2011
NCEDA USEBENZISA OONOBUMBA ABAKHULU KUPHELA.
Mna, amagama apheleleyo chaza iSigunyaziso sokwenza ibango kwisikhundla sam njenge-
umnini obhalisiweyo isetyenziselwa,
Ikopi yomgaqo-siseko wombutho
Ikopi yeengxelo zakutsha nje zezemali eziphicothiweyo nezamkelweyo
Kwizikolo zabucala/amaziko emfundo, ikopi yesiqinisekiso sobhaliso esivela kwiSebe lezeMfundo
Ukuba ipropati ibhaliswe egameni lemanyano yabarhwebi/itrasti, ikopi yencwadi yetayitile yemanyano leyo
Ikopi yoxwebhu lwesazisi somntu ogunyazisiweyo.
Ikopi yemizuzu yentlanganiso eqinisekisa ukonyulwa komntu ogunyazisiweyo.
Zonke izicelo zezaphulelo mazingeniswe kule ofisi ngomhla okanye phambi kowama-31 AGASTI wonyaka ekwenziwa isicelo ngawo.
Ukwamkelelwa izaphulelo kuya kufuna ukuba i-akhawunti kamasipala yomfaki-sicelo ibe imi ngendlela okanye kube kwenziwe izicwangciso ezifanelekileyo zokuhlawulwa kwayo.
Ezi zaphulelo zilungiselelwe imibutho enemithombo engonelanga ingeyiyo leyo inakho ukuhlawula imirhumo njengoko kumiselweyo kwiingxelo zayo zezimali eziphicothwe yi-CFO okanye abo bonyulwe ngokugunyazisiweyo. IsiXeko sinalo ilungelo lokuhlola lo propati phambi okanye emva kokunikezela eso saphulelo kunye nokurhoxisa okanye ukulungelelanisa nasiphi na isigqibo esenziwe phambi kophando.
INGXELO EFUNGELWEYO
Ndiyathembisa egameni lombutho ukwazisa isiXeko ngokukhawuleza xa kunokubakho naluphi na utshintsho kumsebenzi waIe propati okanye kwiimeko ezibangela ukufunyanwa kwesaphulelo ngokwemigaqo yoMthetho ojongene neeRhafu zeePropati zikaMasipala, Nomb. 6 ka-2004 (MPRA) kunye nomgaqo-nkqubo olawula ukuhlawuliswa kwemirhumo kunyaka-mali ka-2010/2011 owamkelwe liBhunga.
Ngaphezulu ndithembisa ukuba xa kunokuvakala ukuba naluphi na ulwazi lunikezelwe kusaziwa / ngokungekho mthethweni / lubhalwe ngokungachanekanga / olukhutshwe ndim, isiXeko saseKapa sinelungelo lokusirhoxisa nasiphi na isaphulelo esinikezeleyo yaye sifumane kwakhona eso saphulelo. IsiXeko siya kuhlawulisa inzala kwii-akhawunti apho ezo zaphulelo zifunyenwe ngobuqhinga, yaye sinelungelo lokuthatha amanye amanyathelo kwabo bantu banikezele ngolwazi olungeyonyaniso.
Umhla:
