IZAZISO
INTETHO KAMONGAMELI ENGOBUME BESIZWE 
10 FEBRUWARI 2011
Izaziso ngokulandelelana
Ixesha
Isaziso
17:20
Iintatheli eziqinisekisiweyo mazithathe iindawo zazo zokuhlala nge-17:30
17:25
Iintatheli eziqinisekisiweyo mazithathe iindawo zazo zokuhlala nge-17:30
17:27 
Zonke iintatheli eziqinisekisiweyo ziyacelwa ukuba zithathe iindawo zazo zokuhlala ngoku.
17:30 
Zonke iintatheli mazibe  kwiindawo ezabelwe zona ngoku ukulungiselela iNtetho kaMongameli engoBume beSizwe   (Kuphindwe)
17:30 
AmaLungu neendwendwe ziyacelwa ukuba zinqumle ikhaphethi ebomvu zithathe iindawo zazo egumbini nakwezinye iindawo ezifanelekileyo njengoko ikhaphethi ebomvu iza kuvalwa kwimizuzu eli-15.
17:35 
AmaLungu neendwendwe ziyacelwa ukuba zinqumle ikhaphethi ebomvu zithathe iindawo zazo egumbini nakwezinye iindawo ezifanelekileyo njengoko ikhaphethi ebomvu iza kuvalwa kwimizuzu eli-10.
17:40
AmaLungu neendwendwe ziyacelwa ukuba zinqumle ikhaphethi ebomvu zithathe iindawo zazo egumbini nakwezinye iindawo ezifanelekileyo njengoko ikhaphethi ebomvu iza kuvalwa kwimizuzu emine.
17:43
AmaLungu neendwendwe ziyacelwa ngokukhawuleza ukuba zinqumle ikhaphethi ebomvu zithathe iindawo zazo egumbini nakwezinye iindawo ezifanelekileyo njengoko ikhaphethi ebomvu iza kuvalwa ngoku.
17:45
Manene namanenekazi ikhaphethi ebomvu ivaliwe ngoku ngokusesikweni. Akukho namnye umntu ovunyelweyo ukuba anqumle ikhaphethi ebomvu. 
17:50
Manene namanenekazi ikhaphethi ebomvu ivaliwe ngoku ngokusesikweni. Akukho namnye umntu ovunyelweyo ukuba anqumle ikhaphethi ebomvu. 
17:53
Manene namanenekazi ikhaphethi ebomvu ivaliwe ngoku ngokusesikweni. Akukho namnye umntu ovunyelweyo ukuba anqumle ikhaphethi ebomvu.    (Kuphindwe)
Ixesha 
Isaziso
20:10
AmaLungu neendwendwe ziyacelwa ukuba zikhwele ezibhasini ukuya e-CTICC kwistalato iPlein. Nceda ubonise isimemo sakho kumamkeli-zindwendwe xa ukhwela.
20:15 
AmaLungu neendwendwe ziyacelwa ukuba ziye kwisitalato iPlein ngokukhawuleza zize zikhwele ezibhasini ukuya e-CTICC. Nceda ubonise isimemo sakho kumamkeli-zindwendwe xa ukhwela.
20:20 
AmaLungu neendwendwe ziyacelwa ukuba zikhwele ezibhasini ngokukhawuleza ukuya e-CTICC kwisitalato iPlein. Nceda ubonise isimemo sakho kumamkeli-zindwendwe xa ukhwela.   (Kuphindwe)
