UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo iCandelo Lemicimbi Yenkcubeko
IiNkonzo
Ubugcisa Nenkcubeko
Uncedo-mali & Nenkxaso
ICANDELO LEMICIMBI YENKCUBEKO - IINKONZO: UNCEDO-MALI & NENKXASO
UBUME
IINKONZO
IINDABA
USHICILELO
IIKOMITI
UQHAGAMSHELWANO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Isidingo sokuba kuhlenga-hlengiswe eli candelo lomculo sabonwa ziimvumi ezazikhathazwayo yile meko, kodwa ke zazingafumani nkxaso kurhulumente ngaphambili. Ukugula kukaMnumzana Robbie Jansen, sisthwalandwe somculo opholileyo saseKapa, wathi kwakhona waphakamisa izimvo zeemvumi. Ezi zikhalazo ke zaziquka: amalungelo eemvumi,, ukusekwa kwengxowa-mali yenkxaso, kwakunye, ukungafumani mhlala-phantsi neenzuzo zonyango kweemvumi., ... 
Uncedo-mali Kumsebenzi Wokuphuhlisa, Utyelelo lwezeNkcubeko Nobutyebi Bezwe
Uncedo-mali luyafumaneka ngemisebenzi yobuchule nenkcubeko eyenziwa yimibutho yezenkcubeko. Imisebenzi le kufuneka ijongane nophuhliso lwemveliso nezixhobo zotyelelo lwezenkcubeko nolobutyebi. 
Uncedo-mali Kwimisebenzi Yokuphuculwa, Kulondolozwe ze Kuphuhliswe iNkcubeko Nobutyebi Bezwe
Uncedo lwezimali luyafumaneka ngemisebenzi yobuchule nenkcubeko eyenziwe yimibutho yezenkcubeko. Imisebenzi le kufuneka igxininise kuphuhliso, ukugcinwa nokukhula kwenkcubeko nobutyebi. 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
