UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
IiNkonzo
Iinkonzo Zoluntu
Abantwana & Neentsapho
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Ukubhalisa Ukudluliselwa Komntwana Kubazali Abatsha
Zonke izenzo zokudluliselwa komntwana kubanye abazali kufuneka zigcinwe kuvimba wokuzalwa kwabantwana ukuba abazali abafaka isicelo sokunikwa umntwana bayacela. 
Ukufumana Ulwazi Ngabazali Bemvelo Bomntwana
Njengomntwana odluliselwe kubazali abatsha, unakho ukuqalisa ukhangele abazali bakho bemvelo ukuba ungaphezu kweminyaka elishumi elinesibhozo ubudala. Ukuba uphakathi kweshumi elinesibhozo namashumi amabini ananye eminyaka ubudala, kuya kufuneka ufumane imvume ebhalwe phantsi esuka kubazali bakho bemboleko. Ukuba ungaphaya kwamashumi amabini ananye eminyaka ubudala ungabakhangela abazali bakho ... 
Ukufumana Umyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana
Bobabini abazali banoxanduva olusemthethweni lokuxhasa umntwana. 
Ukunikezela Ngomntwana Kubanye Abazali Ukuba Bamkhulise Njengowabo
Ukunikezela umntwana ukuba akhuliswe ngabanye abazali yindlela esemthethweni yokuqhawula ikhonkco elihlanganisa abazali bemvelo nomntwana wabo. 
Ukunyanzelisa Ukuthotyelwa Komyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana
Ukuba inkundla iyalele umzali ukuba ahlawule inkxaso-mali yesondlo somntwana, kululwaphulo-mthetho ukungahlawuli. 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
