UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
IiNkonzo
Ezempilo
Imveku & Nomntwana
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Inkonzo Ehlanganisiweyo Yolawulo Lwezigulo Zabantwana
ULawulo oluHlanganyelweyo lweziGulo zaBantwana lusekwe liCandelo lezeMpilo yaBantwana noPhuhliso, loMbutho wezeMpilo kaZwelonke kunye neUNICEF. Le Nkonzo ithe yaziswa kumazwe angaphezulu kwama-30 kulo lonke eli limiweyo ukujongana nokugula kwanokufa kwabantwana abangaphantsi kweminyaka emihlanu. Obu buchule bugxile kumntwana ephelele, andaweni yokuqwalasela isifo esinye okanye imeko enye. Abantwana ... 
Unyango lwabantwana abaphethwe gadalala
Le nkonzo ijolise ekuchongeni nasekunyangeni abantwana ukusekela ekuzalweni ukuya kutsho kwiminyaka eli-14 ubudala, abebephatheke gadalala ngokwasemzimbeni, ngokwesondo nangokwasemphefumlweni, kwanabo bangahoyekanga. Abantwana ekurhaneleka ukuba bakhe baphathwa gadalala, bangasiwa kwikliniki yonyango apho baya kuxilongwa khona ukuqonda isifo abanaso, baze bafumane iingcebiso malunga naso. Umongikazi wasekliniki okanye ugqirha ... 
Uvavanyo Nokuqwalaselwa Kokukhula Kwabantwana
Oomama/abagcini babantwana bayacetyiswa ukuba base iintsana zabo ezisandul' ukuzalwa kwiikliniki zononophelo lwesigaba sokuqala ukuze ziye kuhlolwa njengesiqhelo.Ukuphuhla, Ukukhula ukuhlolwa kokuphuhla komntwana kwenziwa njengento yesiqhelo ngamaxesha okutyelelwa kweklinikhi ukuza kugonywa. Ukuhlolelwa ukukhubazeka okubonakala ngokuphujla komntwana kuvela amatyeli amathathu, xa umntwana ... 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
