UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente
Isebe Lemicimbi Yekhaya
IiNkonzo
Ubomi & Nosapho
Ukuzazisa, Ukufudukela Kweli Kommi Welinye Ilizwe & Nobumi
ISEBE LEMICIMBI YEKHAYA - IINKONZO: UKUZAZISA, UKUFUDUKELA KWELI KOMMI WELINYE ILIZWE & NOBUMI
UBUME
IINKONZO
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Ucingo Lwemibuzo Ephathelene noMthetho Wokufudukela Kweli ka-2002
Isebe Lemicimbi Yekhaya ineengcingo zomnxeba ukunceda abantu abafuna ezinye iinkcukacha ngokufudukela kweli okanye okanye abanemibuzo ngoMthetho Wokufudukela Kweli ka-2002. 
Ucingo lweSebe Lemicimbi yezeKhaya
Ukuba ufuna iinkcukacha ezisuka kwiSebe Lemicimbi yeKhaya, ungaqhagamshelana noCingo lweSebe olungu: 0800 60 11 90. 
Incwadi Yesazisi yincwadi yaseburhulumenteni esetyenziselwa ukuzazisa. Ilizwe ngalinye kufuneka likwazi ukubazi abemi balo. Amaziko abucala nakawonke-wonke nawo afuna ubungqina bokuba ungulo mntu uthi unguye(umzekelo, ukwenzela ukubhankisha nokuvota). 
Ukufumana, Ukulahlekelwa Nokuphinda Ufumane Ubumi
Abemi boMzantsi Afrika banamalungelo athile abathi abo bangengobemi beli bangabi nawo. Umzekelo, ilungelo:lokuvota, lokunikwa incwadana yokundwendwela, lokubuyela eMzantsi Afrika emva kokuhlala kwenye indawo. 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
