UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
Isebe leNkulumbuso
IiNkonzo
UMzantsi Afrika & neNtshona Koloni
ISEBE LENKULUMBUSO - IINKONZO: UMZANTSI AFRIKA & NENTSHONA KOLONI
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Amawonga ePhondo
Abemi baseNtshona Koloni kungoku nje banokufikelela kulwazi lukarhulumente wephondo, owesizwe nabamakhaya ngokusebenzisa iziko iCape Gateway onokulindwedwela, iziko leminxeba okanye utyelele iwebsite yabo. iCape Gateway le yinkonzo apho unokufumana bonke ubucukubhede beenkcukacha ngothotho lweenkonzo, amaphulo nazo zonke ezinye iintshukumo zikarhulumente. Futhi ukuba ulwazi oludingayo alufumaneka ngexesha ... 
Ukunikezela Ingxelo Ngobuqhetseba Norhwaphilizo
Kukho intlaninge yamaziko kwilizwe lonke nakumaphondo, maziko lawo ajongana nobuqhetseba norhwaphilizo kurhulumente. Iziko ngalinye kula lijongana neentlobo ezithile zamatyala ... 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
