UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo iCandelo Lemicimbi Yenkcubeko
Inkcubeko Nobutyebi Bendalo
Icandelo Lweelwimi
ICANDELO LWEELWIMI: UBUME
UBUME
IINKONZO
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
IKOMISHONI YEELWIMI
iKomiti Yeelwimi yaseNtshona Koloni inoxanduva lokuqinisekisa (phakathi kwezinye izinto) ukulingana kweelwimi ezintathu ezisetyenziswa ngokusesikweni kweli phondo, ngeenjongo zokuphakamisa ukusetyenziswa kwazo zonke ezi lwimi, ukuphuhlisa iilwimi zeli lizwe ebezisoloko zisengelwa phantsi .
IZIGANEKO EZISEZAYO
Umboniso Woncwadi lwaseMzantsi Afrika Ohamba-hambayo ezinye iziganeko
Ubume
Iinkonzo
Uxanduva Nemisebenzi yeKomiti Yeelwimi
Amaphulo
UBUME
IINKONZO
Owona msebenzi weCandelo Leelwimi kukuthi ngendlela efanelileyo nesemgangathweni ixhase iKomiti Yeelwimi yeNtshona Koloni ukuqinisekisa ukuba le Komiti iwenza kakuhle umsebenzi wayo ewunikwe ngokusemthethweni.
Ukuphehlelelwa koMgaqo-nkqubo Weelwimi weNtshona Koloni ngenyanga yoMdumba ngo-2005 kukhokelele ekubeni iCandelo Leelwimi libe liza kuncedisa amanye amasebe karhulumente wephondo ngokufezekiswa kwemimiselo ylao mgaqo-nkqubo.
AMAPHULO
Amanye amaphulo iCandelo Leelwimi elizibandakanya kuwo aquka:
Ukukhutshwa nokufezekiswa komgaqo-nkqubo wephondo weelwimi.
Iveki yokukhuthaza ukusetyenziswa kweelwimi ezahlukeneyo eqhutywa minyaka le ejoliswe ekwaziseni nasekuhlonitshweni koluntu olusebenzisa iilwimi ezahlukeneyo eNtshona Koloni.
Iphulo lokuzimanya kwwintshukumo zokuphuhlisa iilwimi zeli lizwe ebezisoloko zisengelwe phantsi kwakunye Nolwimi Lwabantu Abangevayo
Umboniso ohambayo woncwadi nojoliswe ekwaziseni ngababhali baseMzantsi Afrika ababhala ngezi lwimi zintathu zisetyenziswa kweli phondo. Eli phulo lenziwa ngentsebenziswano necandelo Lesizwe Leenkonzo Zeelwimi.
Amalungu eButho Lesizwe Leelwimi akwancedisa kwicandelo Lesizwe Leenkonzo Zeelwimi ukudala indibano apho imiba yeelwimi iya kushukuxwa khona kwinqanaba lesizwe.
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
