UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
ISebe loRhulumente woMmandla nezeZindlu
ULawulo neNkxaso yeQumrhu
INKXASO KAMASIPALA NOKUPHUCULWE KWEZAKHONO: UBUME
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
ICandelo loqwalaselo nenkxaso lunoxanduva lokuqwalasele indlela abasebenze ngayo oomasipala, benika inkxaso nolawulo olululo.
Imisebenzi:
Ukuphuhlisa nokumilisela isixokelelwano ukuqwalasela intlalontle ngokupheleleyo koomasipala.
Ukunikezela nokuqinisa inkxaso ekhethekileyo koomasipala, kubandakanya amangenelelo enkxaso, kodwa kungabandakanyi amangenelelo ecandelo lama-139.
Ukunika inkxaso koomasipala ukuqinisa uxhotyiso lwangaphakathi.
Ukunikezela ngenkxaso echanekileyo nefezekileyo ngokubanzi koomasipala.
UkuQwalaselwa kukaRhulumente woMmandla
Uxanduva lokuQwalaselwa kukaRhulumente woMmandla kukuqwalasela inguqu kumasipala, ukusebenza, kunye nentlalontle ngokubanzi. Iphuhlisa kwaye ikwamilisela isixhobo sokuqwalasela esipheleleyo.
INkxaso eKhethekileyo
INkxaso eKhethekileyo iqinisa inkqubo apho kukho inkxaso embaxa ebandakanya abathathi nxaxheba abohlukeneyo iyafuneka koomasipala. Inika olu ncedo lulandelayo:
Incedisa oomasipala ngenkxaso gabalala xa iqumrhu kunye/okanye ukuqhwalela kwezemali.
UXhotyiso lukaMasipala lujolise ekuqiniseni amaphulo oxhotyiso kumasipala. Lunoxanduva lokulawula nokumilisela uphuhliso looceba kunye neenkqubo zophuhliso kulawulo loomasipala.
INkxaso yoLawulo Gabalala
INkxaso yoLawulo Gabalala ijolise eku:
Nikezeleni oomasipala ngenkxaso yolawulo oluphambili ukuze kuqinisekiswe uthotyelo ngokwemithetho yolawulo lwemali, imiqathango kunye nezakhelo zemigaqo nkqubo.
Nikezeleni oomasipala ngesikhokelo esisebenzayo, inkxaso kunye neenkonzo zabucala ngakwicala lentshayelelo, umiliselo, ulondolozo nokubalwa kweenkonzo ezingundoqo ezimahala.
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
