UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
ISebe loRhulumente woMmandla nezeZindlu
Uziso lwenkonzo yolwakhiwo lwezindlu iCandelo Lolawulo Lwamaphulo Ezindlu
ICANDELO LOLAWULO LWAMAPHULO EZINDLU: UBUME
UBUME
IINKONZO
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
iCandelo Lolawulo Lwamaphulo Ezindlu elilawula amaphulo okwakhiwa nokuthengwa kwezindlu neemali-mboleko zazo.
Imisebenzi:
Ukulawula iphulo lezindlu yephondo kunye nezinto ezithe zavunywa. Ukulawula ulawulo lwemali-mboleko yephondo yezindlu.
Imisebenzi:
iCandelo Elijongene Nokuqinisekiswa Kwamaphulo Ezindlu lijonge ukukhuthaza nokuququzelela amaphulo zezindlu. Linomsebenzi wokulawula zonke izicelo zephlou lezindlu ezifunyenwe leli sebe.
Eli candelo lisebenza izicelo zephulo, likwenza oko lisebenzisana noomaspala, lilungisa nezo zinto zithunyelweyo, kwaye likwasingathe isikhundla esineenkcukacha zawo onke amaphulo ezindlu kwakunye nemisebenzi eluxanduva ephathelele "kwisigaba sokuqala" semali ebolekisayo kwanokuphelisa le nkqubo
Omnye umsebenzi wecandelo elijongene nokuqinisekiswa kwamaphulo ezindlu kukwenza izigqibo malunga nezivumelwano zophuhliso lwezindlu.
Imisebenzi:
iCandelo Lolawulo Lweemali-mboleko zezindlu kukusebenza iimali-mboleko zezindlu nokwenza intlawulo ekufuneka ihlawulwe. Likwajongene nokuphendula imibuzo ephathelele kwimali-mboleko likhuphe neenkcukacha ezifunwa ngabaxhamli..
Eli candelo lokwalawula imodyuli yemali-mboleko kunye nokukhupha imali yenkqubo iHousing Subsidy System, nesisikhundla seenkcukacha esisetyenziswa ngawo onke amasebe karhulumente woMzantsi Afrika kwaye lilawula iimali-mboleko zezindlu.
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
