UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezothutho
Izithuthi Zabantu Abaneemfuno Ezizodwa
IZITHUTHI ZABANTU ABANEEMFUNO EZIZODWA
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Iinkcukacha Zezothutho Ngabo Bangevayo
UMaspala waseKapa waseka iNkonzo yeZothutho loLuntu elungiselelwe izithulu. Oku kujika abantu ananengxaki yokungeva kakuhle ngeendlebe ukuba bafumane iinkcukacha malunga nezothutho, umzekelo: amaxesha okuhamba kweebhasi, iindlela ezihamba ngazo kwakunye nezikhululo eziya kuzo, oko bekufumana ngokutsalela kwiminxeba yakwaTelkom kusetyenziswa isixhobo esincedisa ukumamela ekuthiwa yiTeldem. Ezi nkcukacha zifumaneka ... 
Inkonzo yothutho yeDial-a-Ride ilunguselelwe abantu abangenakho ukukwazi ukusebenzisa ezinye iindlela zothutho ngenxa yeemfuno zabo ezizodwa. 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 27 uNovemba 2007
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
