UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezotyelelo & Nezohambo
Ukuqala & Ukhulise Ishishini Lakho
UKUQALA & UKHULISE ISHISHINI LAKHO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho
INkqubo yeDesika yoNcedo kwezoKhenketho iqaliselwe ukunikezela uncedo kubarhwebi kwezokhenketho. IDesika yoNcedo nganye kwezoKhenketho iphawula ngokudlamkileyo amathuba kunye nabarhwebi ekuqaliseni ukukhula kwezoKhenketho kwii-SMME ingakumbi kwimimandla esemaphandleni. Olu ncedo lulandelayo luya nikezelwa: Kugcinwe incwadi enoluhlu lwamagama abanikezeli benkxaso, amathuba oshishino, amathuba enkxaso-mali kunye neqela labalamli abanolwazi ngoku ... 
INkqubo Yokushishina ngezoKhenketho (TEP) linyathelo lokuqala leNgxowa-mali yezoShishino. Le nkqubo izalisekiswa ziinkampani nabantu abaqeshelwe oko leli phondo. 
Ungasenza isicelo seemphawu zezokhenketho ukuba zimiselwe kufutshane nesibonelelo sakho sokhenketho. Iindidi ezintathu zesi sibonelelo zingasetyenziswa:Isibonelelo sokhenketho esiqulethe umtsalane kubakhenkethi, iinkonzo zokhenketho, indawo yokuhlala kunye neziganeko ezizodwa. Isibonelelo senkonzo yoluntu okanye inkonzo yoluntu jikelele equlethe izinto ezenza izihamba-ndlela ezininzi (ezinjengeziko lentengiso kummandla) kunye nezinto ezenza izihamba-ndlela ... 
ISebe leMicimbi yeNdalo esiNgqongileyo noKhenketho kwiNkqubo yeShishini lezoKhenketho (TEP) lithabatha inxaxheba kwisiseko soluhlu oluneenkcukacha zoshishino lwabamnyama ngokusebenzisana noKhenketho eMzantsi Afrika. Olu luhlu luneenkcukacha luya kuqinisekisa ukuba la mashishini kuyashishinwa ngawo, ukuba afumana amanyathelo afanelekileyo kulwakhiwo lwezikhundla kwakunye nokuba afumana amathuba afanelekileyo kurhulumente. 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
