UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ubomi & Nosapho
Umtshato/Ukwaphulwa Komtshato
UMTSHATO/UKWAPHULWA KOMTSHATO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Khangela Ubume Bakho Bomtshato
ISebe Lemicimbi Yekhaya laphehlelela ngokusesikweni inkonzo yekhompyutha yokuqinisekiswa kobume bomtshato njengengxenyeyePhulo Lokuqinisekisa Ubume Bakho Bomtshato elaphehlelelwa ngokusesikweni ekuqaleni kwenyanga yeThupha.Le nkonzo ivulelwe ukunceda ekuthinteleni nasekuvezeni iimeko apho abemi boMzantsi Afrika batshatiswa bengazi kubemi bamanye amazwe. Amaqabane la asuka kumanye amazwe asebenzisa umtshato ... 
Ukufaka Isicelo Sesiqinisekiso Somtshato
Xa utshata, unikwa isiqinisekiso somtshato esingahlawulelwayo. Ukuba ufuna ukufumana esinye isiqinisekiso somtshato ngosuku olusezayo, kufuneka:Kufuneka ugcwalise iphetshana lesicelo u-BI-13, Ulifake kwi-ofisi ekufutshane nawe yeSebe Lemicimbi yeKhaya, Unikezele intlawulo. 
Ukufumana Imvume Yokuba Utshate Xa Ungaphantsi Kobudala Obuvumelekileyo
Amakhwenkwe angaphantsi kwe-18 leminyaka ubudala kunye namantombazana angaphantsi kwe-15 ubudala abanakutshata ngaphandle kwemvume yabucala yaye nabani na ongaphantsi kwama-21eminyaka ubudala unokufumana imvume yabazali bakhe phambi kokuba abe uyatshata. 
Ukuqhawula Umtshato
Izibini ezitshatileyo zingawuphelisa umtshato ngokuthi ziwuqhawule. Oku kuphelisa umtshato yaye abantu abaqhawule banokutshata kwakhona ngokusemthethweni. 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
