UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezemfundo
Ukulungiselela Isikolo
UKULUNGISELELA ISIKOLO
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Isixhobo Sokukhangela i-"Fumana Isikolo"
I-WCED igcine inxiwa lezikolo kwakunye namaziko kweli Phondo. Unokukhangela kweli nxiwa:Ngegama lesikolo, Ngolwimi lwezifundo, Ngehlomela-dolophu okanye idolophu, Ngesithili semfundo, Uhlobo lwesikolo(esemfundo ephantsi, njalo-njalo), Izifundo ezinikezelwayo (amaBanga 8 ukuya kwele-12), Amaziko emisebenzi ekhethekileyo (ubuchule, umculo, njalo-njalo etc) 
Ukwamkelwa Ezikolweni
Abafundi ngokwesiqhelo baqala ibanga lokuqala ekuqaleni konyaka abaza kuba neminyaka esixhenxe ngawo. Abantwana banakho ukungena kwiBanga lokuqala kunyaka ongaphambi kwalowo baza kuba neminyaka esixhenxe ngawo ukuba uvavanyo lwe-WCED lubonisa ukuba bakulungele ukuya esikolweni. 
Uvavanyo Lokulungela Isikolo
Abantwana baqhele ukuqala iBanga lokuqala kunyaka abaza kuba neminyaka esixhenxe bezelwe ngawo. Abantwana abazakuba neminyaka emithandathu apha enyakeni bangaqalisa esikolweni ukuba kubonakala besilungele. 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
