UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Amaphepha-mvume Okushishina Ngotywala
AMAPHEPHA-MVUME OKUSHISHINA NGOTYWALA
Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.
Izicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala
Nawuphi na umntu onqwenelela ukuthengisa, ukwenza nokuhambisa utywala ngokwasemthethweni ngokomthetho kufuneka abe nephepha-mvume lokuthengisa utywala. 
Izikhalazo Ezinento Yokwenza Namashishini Anamaphepha-mvume Okushishina Ngotywala
Ukuba usomashishini othengisa utywala uthi aphaamisane nabanye abantu, oku kunokuthi kanti akuhambiselani nomthetho iLiquor Act okanye ke imiqathango yelo phepha-mvume. Kusenokufakwa isikhalazo emapoliseni, aya kuthi ke wona amthathele amanyathelo loo somashishini. Kwingingqi apho kukho khona umbutho wasekuhlaleni, umzekelo, iqoqo lamapolisa asekuhlaleni okanye umbutho wabahlawuli berhafu ... 
Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala
Unakho ukungasamkeli isicelo sephepha-mvume lotywala. 
Ukufumana Ulwazi Ngezicelo Nzingenayo Zamaphepha-mvume Otywala Kwakunye Nemisebenzi yeBhodi yoTywala yeNtshona Koloni
Uluntu kudingeka ukuba lwazi ngezicelo zamaphepha-mvume otywala aphantsi koqaphelisiso ukuze lukwazi ukudwelisa inkcaso. IBhodi yoTywala yeNtshona-Koloni ngoko ipapasha uludwe lwezicelo ezingenileyo ngenyanga nganye. 
Uncedo Ekufakeni Izicelo Zamaphepha-mvume Okushishina Ngotywala nbsp; 
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
