UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Ushicilelo
IiNkcukacha Zoluntu
Wena Nenkxaso-mali Yesondlo Somntwana: INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana &gt Kutheni Kufuneka Uhlawule iNkxaso-mali Yesondlo Somntwana Nje?
Kutheni Kufuneka Uhlawule iNkxaso-mali Yesondlo Somntwana Nje?
Ukuba akuhlali nabantwana bakho, akubikho ngazo zonke iintsuku ubabonelele ngeemfuno zabo zemihla ngemihla ezifana nendawo yokuhlala, ukutya, impahla yokunxiba, unonophelo lwempilo kwanemfundo.
Ngoko ke, kufuneka uhlawule imali njengenkxaso ukunceda umzali ohlala nabantwana abo ukuba ababonelele ngezi mfuno zabo zingundoqo
Ukuba akuyihlawuli inkxaso-mali yesondlo, abantwana bakho:
bangangabi nakho ukubonana nogqirha xa begula;
ukuba iintlawulo zesikolo azikwazi kuhlawulwa, abanakuba nakho ukuya esikolweni.
Inkxaso-mali yesondlo iqinisekisa ukuba abantwana bakho bagcina, kangangoko banakho, umgangatho wokuphila olingana nalowo wangexa abazali babo babsahlala kunye.
UMTHAMO
Icandelo Elingaphambili
Icandelo Elilandelayo
UMTHAMO: Wena Nenkxaso-mali Yesondlo Somntwana: INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana
INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana
Ngubani Onoxanduva Lokubonelela Umntwana Ngeemfuno Zakhe Ezingundoqo?
Yintoni Indlela Yenkxaso?
Kutheni Kufuneka Uhlawule iNkxaso-mali Yesondlo Somntwana Nje?
Ihlawulwa Njani Inkxaso-mali Yesondlo Somntwana?
Ingaba Kusafuneka Ndihlawule Inkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ukuba Omnye Umzali:
Kwenzeka Ntoni Xa abazali Benabo Abanye Abantwana?
Sibalwa Njani Isixa Senkxaso-mali Yesondlo Sabantwana?
Kwenzeka Ntoni Xa Inkxaso-mali Yesondlo Sabantwana Ingahlawulwanga?
Yintoni Endinokuyenza Ukukhusela Ezona Mfuno Zingundoqo Zabantwana Ngokwenkxaso-mali Yesondlo?
YAYAMENE
Ukufumana Umyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana (IiNkonzo)
Ukunyanzelisa Ukuthotyelwa Komyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana (IiNkonzo)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uNovemba 2004
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
