UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Ushicilelo
IiNkcukacha Zoluntu
Wena Nenkxaso-mali Yesondlo Somntwana: INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana &gt INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana
INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana
Wonke umntwana unelungelo lokufumana ezona mfuno zakhe zingundoqo, ezifana:
nokutya indawo yokuhlala impahla yokunxiba unonophelo lwempilo kwanokuhamba isikolo
Abantwana kufuneka bezifumene ezi mfuno zingundoqo kubazali okanye kwizizalwane zabo. Le nkathalo inikezelwa ngabazali okanye zizizalwane ibizwa ngokuba yinkxaso.
Abazali okanye izizalwane zixhasa abantwana ngqo, xa abantwana behlala nazo.
Abazali okanye izizalwane zixhasa abantwana ngokungathanga ngqo, xa abantwana behlala nomnye umntu, ngokuthi bahlawule inkxaso-mali yesondlo saboo bantwana, okanye imali ukuncedana nomntwana lowo kwanokumnika iimfuno zakhe ezingundoqo.
UMTHAMO
Icandelo Elilandelayo
UMTHAMO: Wena Nenkxaso-mali Yesondlo Somntwana: INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana
INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana
Ngubani Onoxanduva Lokubonelela Umntwana Ngeemfuno Zakhe Ezingundoqo?
Yintoni Indlela Yenkxaso?
Kutheni Kufuneka Uhlawule iNkxaso-mali Yesondlo Somntwana Nje?
Ihlawulwa Njani Inkxaso-mali Yesondlo Somntwana?
Ingaba Kusafuneka Ndihlawule Inkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ukuba Omnye Umzali:
Kwenzeka Ntoni Xa abazali Benabo Abanye Abantwana?
Sibalwa Njani Isixa Senkxaso-mali Yesondlo Sabantwana?
Kwenzeka Ntoni Xa Inkxaso-mali Yesondlo Sabantwana Ingahlawulwanga?
Yintoni Endinokuyenza Ukukhusela Ezona Mfuno Zingundoqo Zabantwana Ngokwenkxaso-mali Yesondlo?
YAYAMENE
Ukufumana Umyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana (IiNkonzo)
Ukunyanzelisa Ukuthotyelwa Komyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana (IiNkonzo)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uNovemba 2004
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
