UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezothutho
Iziqinisekiso, Amaphepha-mvume & Neziqinisekiso Zoqeqesho
Izicelo Ezimalunga Nokusetyenziswa Kweendlela Zikawonkewonke
Izicelo Ezimalunga Nokusetyenziswa Kweendlela Zikawonkewonke
INKCAZELO:
Uluntu lungafaka izicelo zokusebenzisa indlela zikawonkewonke ekwenzeni imicimbi yalo ofana nemidlalo.
IMIYALELO:
Kufuneka xa ubani eneenjongo zokusebenzisa enye yeendlela zephondo enze isicelo kwiCandelo loLawulo Mthetho leSebe leZothutho neMisebenzi yoLuntu. Kufuneka ufake incwadana yembalelwano yesicelo enazo zonke iinkcukacha zomcimbi lowo uza kwenziwa, oko ukwenze kwisithuba seenyanga ezintathu ngaphambi kokuba uqalise.
Imiqathango okanye imilinganiselo iya kuxhomekeka ekubeni ngowaluhlobo luphi na umcimbi lowo.
Ukufumana iinkcukacha ezizezinye dibana no:
Inombolo yomnxeba: 021 483 2080
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
IXABISO:
Ngama-R70 umrhumo wolawulo, ndawonye nemirhumo yoncedo lwezithuthi.Indlela ehlelwe ngayo imirhumo eluncedo yezithuthi:
Uncediso kweZothutho: R48.00 ngeyure kwigosa ngalinye
YAYAMENE
IZicelo Zokusebenzisa iNdlela kaWonkewonke Ngeenjongo Zokwenza iMiboniso-bhanyabhanya (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
