UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
INKCAZELO:
Oku kuquka:
ukwandiswa kokuvuleleka kwezemidlalo kuluntu ukuphuculwa kwemigangatho yabadlali ukongezwa kwezixhobo zokudlala ukuncedisa iimbaleki kwiihambo zelizwe lethu nakwezamazwe ngamazwe ukudalwa kwamanye amathuba kwiimbaleki ezikhubazekileyo nokuqukwa kwazo kwimidlalo engundoqo ukunyuswa kwenani labantu bezemidlalo kwimidlalo esesikweni ukongezwa kwamazwe alawula imibutho yezemidlao neyezenkcubeko ebamba imidlalo kwiingingqi ezihlelelekileyo ukuphuculwa kweenkqubo zomgangatho wophuhliso lwezemidlalo ezibanjwa ngamaqela alawula imibutho yezemidlalo.
iindawo zezemidlalo ukuze kuphuculwe umgangatho nokusetyenziswa kweendawo esele zikho ze kwakhiwe futhi kulungiswe esele zikho.
amaqela alawula imibutho yezemidlalo ukuze ancedise ekulawulweni kwawo kwakunye nolwazi lobugcisa, ukuqinisekisa ukuba imidlalo iyaqhubekeka kwel phondo.
Kukho iintlobo ezintathu zoncedo-mali ezibonelelwa leli Sebe:
Uncedo-mali olukuHlobo A olujoliswe kwiikliniki zophuhliso lwabaqeqeshi noonompempe kwakunye nolawulo lwezemidlalo.
Uncedo-mali olukuHlobo B oluxhasa imidlalo emikhulu yamazwe ngamazwe, eyezwe lethu kwakunye neyephondo.
Uncedo-mali olukuHlobo C olunikezelwa inkxaso yemidlalo yexeshana - la mangenelo kufuneka enziwe kwiphetshana lesicelo elenzelwe wona iintsuku ezingama-30 phambi kwemidlalo leyo, yaye ziimeko ezingxamisekileyo kuphela eziqwalaselwayo.
IMIYALELO:
Amaphetshana ezicelo zoncedo-mali ayafumaneka kwiSebe. Imibutho yezemidlalo kuya kufuneka inikezele oku kulandelayo kukhatshwa sisicelo soncedo-mali eso:
iinkcukacha zabantu ezisebenza ngabo uluhlu lwemidlalo efakelwa isicelo esi ulwabiwo-mali lomsebenzi ngamnye incwadi yembalelwano enika inkcazo ngemfuneko yesi sicelo iincwadi zeemali eziphicothisisiweyo kwakunye nemizuzu yeNgqungquthela Yonyaka yoMbutho lowo. Zonke izicelo zivavanywa phantsi kwesisekelo somgaqo-nkqubo wokunikezela ngoncedo-mali weli Sebe.
La mabakala amaziko:
Ii-Ofisi Zemidlalo Nokuzonwabisa Zommandla
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Ezemidlalo Nokuzonwabisa (iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
YAYAMENE
Ezemidlalo Nokuzonwabisa (iCandelo Likarhulumente)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
