Ifom yokubuyisa ingeniso-mali ephuma kutyalo-mali, amalungelo empahla kunye neemali ezihlawulwa ngenxa yokusebenzisa ilungelo elithile
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
kufunyanwa okanye kusongezeleka inzala kunye nezahlulo eziphuma kuGcino lwaMalungelo eMpahla kufunyanwa okanye kusongezeleka izahlulo zangaphandle kufunyanwa okanye kusongezeleka ezinye izahlulo zalapha kweli
Iirenti ezipheleleyo ezihlawulwa njengomntu oqeshe indawo okanye eziqokelelwe njenge-arhente yomnye umntu ngokuphathelelene nempahla echaziweyo iimali ezihlawulelwa ilungelo lokusebenzisa impahla iimali ezihlawulwa ngenxa yokusebenzisa ilungelo elithile okanye iimali ezihlawulwa ngenxa yokusebenzisa uqambo, uyilo, igama nophawu okanye ilungelo lokushicilela nokuthengisa okanye ukukhuphela ulwazi olwayamene noqambo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha elisisigxina.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
