Isicelo sokuhlaziya okanye ukucima ubhaliso lweyeza lezolimo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Minyaka le iofisi yoMbhalisi ithumela iileta malunga nohlaziyo neefomu zesicelo kubo bonke abanobhaliso.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Uhlaziyo:
zalisa ifomu yesicelo ngeekopi ezintathu uze ubhale ngokwahlukanisa oonobumba ubhale ngoonobumba abakhulu kuphela thumela kuMbhalisi: Act 36 of 1947
Ukucima:
zalisa iFomu B ngeekopi ezintathu uze ubhale ngokwahlukanisa oonobumba usebenzisa oonobumba abakhulu thumela isiqinisekiso setsusa sokubhalisa
Iinkcukacha zomenzi wesicelo:
zalisa iFomu C ukuhlaziya irekhodi yombhalisi yeenkcukacha zonxibelelwano, umzkl, idilesi, inombolo yefowuni, nomntu woqhagamshelwano.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Uhlaziyo lwenziwa xa kufunyenwe intlawulo.
Entla
Iindleko
Entla
Minyaka le iofisi yoMbhalisi ithumela iileta malunga nohlaziyo neefomu zesicelo kubo bonke abanobhaliso.
Entla