Isicelo sokubhalisa iziko lovavanyela amaphepha-mvume okuqhuba imoto.
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Isicelo sokubhalisa iziko lokuvavanyela amaphepha-mvume okuqhuba masenziwe kumafomu esicelo amisiweyo.Njengenxalenye yokuphononongwa kwesicelo kulindeleke ukuba uchaze abameli babalawuli nabavavanyi bamaphepha-mvume okuqhuba.
INkuluMbuso The MEC yezothutho kwiphondo ekwenziwe kulo isicelo izakuthumela umhloli oza kujongisisa umgangatho wezinto zokusebenza icebise ngezinga leziko lovavanyo.
Xa inkulu mbuso yanelisekile lucwaningo uza kulinika umgangatho iziko lovavanyo, agcine ikcukacha kwincwadi yokubhalisa yamaziko okuvavanyela phepha-mvume lokuqhuba akhuphele umceli isatifiketi sobhaliso.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Qhakamshelana neCandelo lezoThutho lephondo.
iincwadi zezazisi zabalawuli beziko lovavanyo lokuqhuba isatifiketi sokubhaliswa kweshishini.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Kungathabatha iinyanga ezintandathu ukubhalisa iziko lovavanyo.
Entla
Iindleko
