Isicelo sephepha-mvume lemoto
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Imoto iphephamvume layo ebelimisiwe,ikhutshiwe ezincwadini, zobhaliso, ibiwe, okanye yakhiwe ngokutsha noba itshintshiwe, ifuna ukwenzelwa iphepha-mvume elitsha. Le meko iyafana naxa butshintsha ubunini moto okanye imoto ifunyanwa ezintweni zomntu oswelekileyo.
Iphepha-mvume lemoto iphelelwa lixesha emva kwee nyanga ezilishumi elinesibini.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Dibana ne ofisi yamagosa endlela ekufutshane nawe.
Gcwalisa ifomu lesicelo e ofisini yamagosa endlela.
Nikezela:
incwadi yesaziso eyamkelekileyo isatifiketi sokulungela ukubasendleleni semoto esifumaneka esikhululweni sovavanyo lwemoto isitifiketi Sokususa ukuThandabuzeka wemoto saMapolisa aseMzantsi Afrika ileta egunyazisayo ephuma eOfisini eLawula Umgangatho woRhwebelwano eMzantsi Afrika SABS
isatifiketi sokufa sikamfi
Bhatala imali emisiweyo.
Qaphela: Izikweleti zemoto enephepha-mvume eliphelelwe lixesha engekavuselelwa, kufuneka zibhatelwe.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isicelo siqulunqwa kwa ngolo suku lwesicelo.
Entla
Iindleko
