UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Ushicilelo
IiNkcukacha Zoluntu
Amalungelo Noxanduva Lwabazali - Isikhokelo soMgaqo-nkqubo Wezikolo Zaseburhulumenteni &gt Ulwimi Lokufunda Nokufundisa
Ulwimi Lokufunda Nokufundisa
Ingaba uthini uMgaqo-nkqubo Wolwimi Olusetyenziswa Kwezemfundo?
Ingaba umntwana wam akayi kuhleleleka ngokuthi afundiswe ngolwimi olungesiso isiNgesi?
Ngubani othabatha izigqibo ngolwimi emalusetyenziswe ekufundeni nasekufundiseni?
Ingaba umntwana wam angakwazi ukukhetha afuna ukufunda nokufundiswa ngalo?
Ingaba uthini uMgaqo-nkqubo Wolwimi Olusetyenziswa Kwezemfundo?
UMgaqo-nkqubo weSebe Lemfundo Wolwimi Emalusetyenziswe Kwezemfundo uyabakhuthaza abafundi ukuba bafunde iilwimi ezingaphaya kwesinye. Eli Sebe likwabakhuthaza abafundi ukuba basebenzise olona lwimi baluqonda kakuhle njengolwimi lokufunda nokufundisa. Bangazifunda ezinye iilwimi njengezifundo okanye bongeze ezinye iilwimi njengeelwimi zokufundiswa.
Ingaba umntwana wam akayi kuhleleleka ngokufundiswa ngolwimi olungesiso isiNgesi?
Ukufunda ngolwimi olusebenzisa ekhaya kwiminyaka yokuqala yokuhamba isikolo kuqinisekisa isisekelo esiluqilima ekufundeni kwixesha elisezayo, kwakunye nokufunda ulwimi olutsha/olulolunye.
Iqumrhu elilawula isikolo kufuneka sifikelele kwisigqibo sokuba makusetyenziswe oluphi na ulwmi ukufunda nokufundisa kweso sikolo. Ulwimi oluya kuthi lusetyenziswe luya kuxhomekeka kolo luthandwa ngabafundi abaninzi kweso sikolo kwanezakhono zeso sikolo ekufundiseni ngolo lwimi luthandwe ngabafundi. Ngapha koko, eli qumrhulilawula isikolo kufuneka lucacise ukuba luceba ukukuphuhlisa njani ukusetyenziswa kweelwimi ezahlukeneyo kweso sikolo.
Ingaba umntwana wam angazikhethela ulwimi lokufunda nokufundiswa esikolweni?
Umfundi ngamnye kufuneka, ekubhaliseni kwakhe esikolweni, achaze ukuba angathanda ukufunda nokufundiswa ngaluphi na ulwimi. Naluphi na ulwimi kwezi zethu zilishumi elinanye lungakhethwa njongolwimi lungakhethwa njengolwimi lokufunda nokufundisa kwisikolo sikarhulumente. Apho kukho abantwana abagqithileyo kumashumi amathathu abace,a ukufunda nokufundiswa ngolwimi oluthile, isikolo eso kufuneka senze amalungiselelo okufumana abahlohli nezixhobo ezaneleyo zokufunda nokufundisa ngolo lwimi.
UMTHAMO
Icandelo Elingaphambili
Icandelo Elilandelayo
UMTHAMO: Amalungelo Noxanduva Lwabazali - Isikhokelo soMgaqo-nkqubo Wezikolo Zaseburhulumenteni
Ukwamkelwa Komntwana Wakho Esikolweni
Iintlawulo Zesikolo
Ulawulo
Ulwimi Lokufunda Nokufundisa
Nalu Uxanduva Lwakho Njengomzali
Iinkcukacha Zoqhagamshelwano
YAYAMENE
Uvavanyo Lokulungela Isikolo (IiNkonzo)
Ukwamkelwa Ezikolweni (IiNkonzo)
Isixhobo Sokukhangela i-"Fumana Isikolo" (IiNkonzo)
Amaqumrhu Alawula Izikolo (IiNkcukacha Zoluntu)
Imbeko Ezikolweni (IiNkcukacha Zoluntu)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
