UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Ushicilelo
IiNkcukacha Zoluntu
Wena Nenkxaso-mali Yesondlo Somntwana: INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana &gt Yintoni Endinokuyenza Ukukhusela Ezona Mfuno Zingundoqo Zabantwana Ngokwenkxaso-mali Yesondlo?
Yintoni Endinokuyenza Ukukhusela Ezona Mfuno Zingundoqo Zabantwana Ngokwenkxaso-mali Yesondlo?
Ukuba ungumzali, qinisekisa ukuba wenza igalelo ngesixa esamkelekileyo ekukhulisweni kwabantwana bakho, uhlala nabo okanye ungahlali nabo.
Ukuba usisizalwane somntu ongakwazi kumelana negalelo ekufuneka elenzile ekukhulisweni kwabantwana bakhe, njengomzali womnye wabazali babantwana, zama konke okusemandleni akho ukunceda abo bantwana: ngoba kaloku ngapha koko, basayidinga inkxaso ngokweemfuno zabo ezingundoqo
Usenokubanceda abantwana ngokucenga abazali abangahlawuliyo okanye abangahlawuli ngokwaneleyo, ukuba bahlawule isixa senkxaso-mali noko esinokuwenza umahluko: kuba kaloku bona abantwana basayidinga.
UMTHAMO
Icandelo Elingaphambili
UMTHAMO: Wena Nenkxaso-mali Yesondlo Somntwana: INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana
INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana
Ngubani Onoxanduva Lokubonelela Umntwana Ngeemfuno Zakhe Ezingundoqo?
Yintoni Indlela Yenkxaso?
Kutheni Kufuneka Uhlawule iNkxaso-mali Yesondlo Somntwana Nje?
Ihlawulwa Njani Inkxaso-mali Yesondlo Somntwana?
Ingaba Kusafuneka Ndihlawule Inkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ukuba Omnye Umzali:
Kwenzeka Ntoni Xa abazali Benabo Abanye Abantwana?
Sibalwa Njani Isixa Senkxaso-mali Yesondlo Sabantwana?
Kwenzeka Ntoni Xa Inkxaso-mali Yesondlo Sabantwana Ingahlawulwanga?
Yintoni Endinokuyenza Ukukhusela Ezona Mfuno Zingundoqo Zabantwana Ngokwenkxaso-mali Yesondlo?
YAYAMENE
Ukufumana Umyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana (IiNkonzo)
Ukunyanzelisa Ukuthotyelwa Komyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana (IiNkonzo)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uNovemba 2004
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
