UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Ushicilelo
IiNkcukacha Zoluntu
Bambanani Nilwe Ulwaphulo-mthetho - Ukugcina Abantwana Bekhuselekile &gt Imigaqo Yokhuseleko Yabazali Ebantwaneni
Bazi ngalo lonke ixesha abahlobo bomntwana wakho kwanokuba baohi na.
Ungaze uthume umntwana wakho yedwa, emini okanye ebusuku, ukuba ahambise imiyalezo.
Musa ukushiya umntwana yedwa kwinqwelo-mafutha ekwindawo yokushiya izithuthi
Fundisa umntwana wakho ukuba asoloko esebenzisa indlela enye neyeyona ikhuselekileyo xa aya naxa abuya esikolweni ntsuku zonke
Fundisa umntwana ngokusoloko "ENABAHLOBO" - ukuba asoloko ehamba futhi edlala nabahlobo.
Fundisa abantwana bakho ukuba bangavumeli nabani na ababambe ngendlela engatshongo khona.
Fundisa abantwana bakho ukuba bangakwamkeli ukukhweliswa kwiinqwelo-mafutha zabantu abangabaziyo, bangazamkeli izipho nemali esuka kumntu abangamaziyo.
Fundisa abantwana bakho ukuba bangxole becela uncedo ukuba kukho nabani na obathatha ngenkani.
Fundisa abantwana bakho ukuba baxele naziphi na izehlo ezingaqhelekanga kubantu abadala ababathembileyo.
Fundisa abantwana bakho ukusebenzisa umnxeba xa bedinga uncedo.
Fundisa abantwana bakho ukuba banganikezeli ngeenkcukacha zabo nezeentsapho zabo kubantu abangabaziyo.
UMTHAMO
Icandelo Elilandelayo
UMTHAMO: Bambanani Nilwe Ulwaphulo-mthetho - Ukugcina Abantwana Bekhuselekile
Amanyathelo Ekufuneka Elandelwe Xa Kulahleke Umntwana
Iinombolo Zamaxesha Kaxakeka Ekufuneka Uzikhumbule
YAYAMENE
Ikhaya Elikhuselekileyo Kusapho Lulonke (IiNkcukacha Zoluntu)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
