Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Abantu abafezekisa ezi mfuno zilandelayo bangenza izicelo:
ummi waseMzantsi Afrika okanye umntu onephepha lemvume yokuhlala isigxina eMzantsi Afrika umntu otshatileyo okanye ohlala nesinqandamathe sethuba elide abantu abangatshatanga abangaphezulu kweminyaka engama 21 ubudala kwaye abanabantu abaxhomekeke kubo ingeniso-mali yekhaya liphelele yi R3 500 okanye ngaphantsi zange ngaphambili wabangumnikazi wepropati yokuhlala abenzi-zicelo abakhubazekileyo abenza izicelo zeenguqulo ezizodwa .
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Gcwalisa ifom yesicelo efumaneka kuphela kwiSebe lezeZindlu kwiPhondo, ezibhankini nakoomasipala.
Faka zonke iincwadi zobungqina, umzekelo:
incwadi yesazisi isatifiketi somtshato isatifiketi sokuzalwa ubungqina bengeniso-mali, kunye nencwadi yesigqibo sentengiso.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
