Isicelo sokungenisa elizweni izilwanyana nezinto zofuzo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Xa umenzi wesicelo engasayini isicelo ngokwakhe, ileta egunyazisa umntu osayinayo njengearhente yokuthi asayine egameni lomenzi wesicelo, kufuneka ikhaphe isicelo.
Xa umenzi wesicelo engene kwisivumelwano nomthumeli wangaphandle wesilwanyana okanye into engeniswa elizweni phantsi kwemiqathango yokuthi izabelo, iintlawuliso okanye iziyekelelo ziya kuhlawulwa ngaphezu kwexabiso lentengiso, kufuneka isicelo sikhatshwe yileta evela kuMlawuli Jikelele we-Department of Trade and Industry yokuqinisekisa ukuba iSebe lisamkele isivumelwano esinjalo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Izicelo ezingazaliswanga ngokupheleleyo ziya kuphindiswa kumenzi wesicelo.
umnombo owandisiweyo weenzala ezimbini iirekhodi zokusebenza kwesilwanyana isiqinisekiso sokuhlelwa kwegazi.
Iinkcukacha zebhanki zezi:
Inombolo yeAkhawunti: 011219556
Ikhowudi yesebe: 000845/010845
I-Veterinary Import Permit ineemfuno ezikhethekileyo ekufuneka zingqinwe nguGqirha weziLwanyana woRhulumente welizwe elithumela okungeniswa elizweni phambi kokuba umthwalo wento engeniswa elizweni uthunyelwe. Iimfuno zingafunyanwa kuMlawuli oyiNtloko: Impilo yeziLwanyana .
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Entla
Entla
