Isicelo selungelo lokuloba kwakunye nepemithi yokulobela ukurhweba
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ngaphezu koko, ukongeza kwipemithi yokuloba ngenjongo yokurhweba , uya kufuna ipemithi yokuthutha iintlanzi.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Yenza isicelo selungelo lokuloba kuphela xa kukho isimemo esinokupapashwa kwiGazethi kaRhulumente .
Funda ngononophelo, qonda uze uqinisekise ukuba uyazanelisa iimfuneko zokwenza isicelo kwakunye nemiqathango.
Zalisa, usayine uze ungenise ifom kunye namaxwebhu axhasayo ayimfuneko angqinisisiweyo kwakunye nentlawulo emiselweyo engayi kubuyiswa kulo ndawo icaciswe lisebe okanye yi-ofisi yakwa- DEA&T ekufutshane kuwe.
Inkqubo yovavanyo iya kuqala emva komhla omisiweyo wokuvala kwizicelo ukuze iziphumo zibhengezwe ngembalelwano yi-DEA&T.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Udidi lwelungelo lokuloba:
Inkqubo yokusingathwa kwesicelo ingathatha inyanga enye ukuya kwezi-3 okanye ngaphezulu ngokuxhomekeke kumthamo wezicelo kunye/okanye ngexesha lonyaka lecandelo lokuloba .
Inkqubo yokusingathwa kwesicelo ingathatha inyanga enye ukuya kwezi-3 okanye ngaphezulu ngokuxhomekeke kumthamo wezicelo kunye/okanye ngexesha lonyaka lecandelo lokuloba .
Entla
Iindleko