Isicelo sokubhalisa isiza njengeziko lwezolimo ngenjongo yokuqokelela impahla yofuzo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Isiza apho impahla yofuzo iqokelelwa, ihlolwe, ihlelwe, ipakwe, ifakwe iileyibhile, igcinwe yaye ithengiswe khona, singabhaliswa njengeziko xa:
amalungiselelo amiselweyo efumaneka kwisiza esinjalo imisebenzi yobuchwepheshe kwisiza esinjalo, efana nonakekelo lwezilwanyana ezigcinwe apho, ukuqokelela, ukuhlola, ukuhlela, ukupakisha, ukwenza iileyibhile nogcino lwempahla yofuzo, ilawulwa nokongamelwa ngumntu owanelisa iimfuno ezimiselweyo isiza sisanelisa ezinye iimfuno ezingamiselwa.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Izicelo ezingazaliswanga ngokupheleleyo ziya kuphindiswa kumenzi wesicelo yaye akukho xanduva luya kwamkelwa malunga nakuphi na ukuphazamiseka okunokwenzeka.
Intlawulo yesicelo ingahlawulwa kwi-akhawunti elandelayo yebhanki:
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Alikho ixesha elibekiweyo malunga nale nkonzo, kwezinye iimeko iqala ngokwamkelwa kwezincwangciso phambi kokuba kumiswe izakhiwo.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
