Isicelo sokunikwa enye ipaspoti xa obunayo ilahlekile okanye ibiwe
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Umntu olahlekelwe okanye obelwe ipaspoti ebenayo angenza isicelo sokunikwa entsha.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Izinto eziyimfuneko ukuze ufumane enye ipaspoti endaweni yaleyo ilahlekileyo okanye ibiweyo :
Izinto eziyimfuneko ukuze ufumane enye ipaspoti yomntwana endaweni yaleyo ilahlekileyo okanye ibiweyo:
gcwalisa ifom yesicelo ekuthiwa yi BI-73 kuyo nayiphina i-ofisi yezeKhaya. Yenza isicelo kwiNdlu yoZakuzo yaseMzantsi Afrika okanye kwiZiko eliMele uMzantsi Afrika ukubangaba ukwilizwe langaphandle abazali okanye abalondolozi basemthethweni kufuneka bakhuphe ikopi yesatifiketi somntwana esingafinyezwanga, ndawonye neencwadi zabo zezazisi khupha iifoto zomntwana ezimbini ezilingana kwipaspoti abantwana abaneminyaka yobudala engaphantsi kwe 16 abayinyatheliswa iminwe .
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Izicelo zingathabatha ixesha elifikelela kwiiveki ezi 6.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
