UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
INKCAZELO:
Le nkqubo ke ikwenza oku ngokuthi iqinisekise ukuba amaziko nezixhobo zezemidlalo ziyawavumela amanina ekubeni athabathe inxaxheba futhi iintshukumno zezemidlalo zibakho yaye namaphulo athe axhaswa ngezimali athi azame ukuquka amanina.
IMIYALELO:
Ukuze ufumane Ezinye iinkcukacha ngeli phulo lomdlalo webhola yomnyazi, qhagamshelana noShela Lekalakala kule nombolo yomnxeba: 021 483 9630
Ukuze ulwazi nje oluphangaleleyo ngeli nyathelo Lophuhliso Lwamanina Akwezemidlalo, qhagamshelana:
Inombolo Yomnxeba Wesinqe: 082 449 6630
Okanye ke uqhagamshelane neyona ofisi yesithili ikufutshane nawe:
La mabakala amaziko:
Amaziko EzeMidlalo Nolonwabo
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Ezemidlalo Nokuzonwabisa (iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
YAYAMENE
IKomishoni Yokulingana Ngesini (IKomishoni)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
