UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezolimo
Umhlaba & Nezixhobo
Iinkonzo zonkcenkceshelo
Iinkonzo zonkcenkceshelo
INKCAZELO:
Icandelwana lonkcenkceshelo kwiCandelo loLawulo lwezobuNjineli bezoLimo linikezela ngengcebiso nezikhokelo zokunceda abo bangabankcenkcesheli ukuba amanzi bawasebenzise ngendlela enocikizeko. Ezi ngcebiso ke nezi zikhokelo zibandakanya nokuhlolwa kwendlela ezicwangciswe ngayo izinto zokunkcenkceshela kwakunye nokuzihlola indlela ezisebenza ngayo phaya emasimini ezi zinto zokunkcenkceshela, khona ukuze kuqinisekiswe ukuba ziyahambelana nemigangatho ethile yokusebenza ebekiweyo. Eyona ndawo iphambili kweli candelwana kukuqhutywa kwamaphulo okufundisa ngeendlela zokusetyenziswa kwamanzi ngendlela efanelekileyo nenempumelelo.Kananjalo kuye kuqhutywe novandlakanyo olujoliswe ekukhangeleni ukuba afumaneka kangakanani na amanzi okunkcenkceshela kwimisebenzi yamafama amancinane nakwindlela yokucwangciswa kwezinto zokunkcenkceshela zala mafama. Ezi zinto ke zibandakanya ucwangciso lwezibonelelo zamanzi, nokubekwa kweliso kucwangciso nofakelo lwezi zinto zokunkcenkceshela.
IMIYALELO:
Xa ufuna enye inkcazelo eyenye, qhagamshelana no:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IXABISO:
Simahla
YAYAMENE
Ukuhlolwa Komhlaba Ongaphiliyo, Izityalo, Ikalika, Isichumisi, Umgquba Namanzi (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
