UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ezolimo
Ukushishina Ngokulima
Inkonzo Yenzululwazi Yomhlaba
Inkonzo Yenzululwazi Yomhlaba
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
iCandelo Lenzululwazi Yomhlaba leSebe Lokusetyenziswa Kwezibonelelo linikezela ngenkonzo yokwahlula-hlula ngokwemigangatho umhlaba kubalimi beentengiso kwanabo batsha abanengxelo nemephu yomhlabaLe ngxelo ke ziimfuno ezidingekay ukuze kwenziwe izicwangciso ezizizo njengoko kaloku zinikezela ngolwazi ngemihlaba entlobo zahlukeneyo kwakunye namathuba okulima izivuno ezilungele imo-zulu yeli phondo.
IMIYALELO:
Ukuze ufumane iinkckacha ezipheleleyo, qhagamshelana:
Isazi-nzulu Ngemihlaba
Inombolo Yomnxeba: 021 808 5493
Inombolo Yomnxeba: 021 808 5086
La mabakala amaziko:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IXABISO:
Le nkonzo ke ifikeleleka simahla kubalimi beentengiso kwanabo batsha. [Olu lwazi ke lukhutshelwe iinjongo zokulima kuphela.]
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Inkonzo Enikezela Iingcebiso Ngesondlo Kwizityalo (IiNkonzo)
Inkonzo Enikezela Iingcebiso Ngamachiza Abulala Izityalo Ezingadingekiyo (IiNkonzo)
Ukujongan Nomgangatho Kwanokuqinisekisa Impilo Yezityalo (IiNkonzo)
Inkonzo Yokuxilongwa Kwezifo Zezityalo (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
