UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ezolimo
Ukushishina Ngokulima
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
USHICILELO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Uphendlo oluqhutywa kulo mzana lujoliswe ekubhaqeni izinto ezibanga izifo, izinto ezo ezizezi ntlobo zilandelayo:
Ukungunda
Iintsholongwane
IMIYALELO:
Xa kusenziwa olu phendlo kufuneka ukuba zibekho ezi sampuli zilandelayo:
Isityalo sisonke (xa sinokukwazi ukufumaneka)
Iimbewu
Iziqhamo (kuze kuqwalaselwa izifo ezivela emva kokuba sezivuniwe).
Isampuli ezingeniswayo kufuneka zihambe nephetshana lokungenisa iisampuli, phetshana elo lifumaneka kuvimba weenkcukacha zekhompuyutha i-Elsenburg website.
Ezi sampulu zingeniswayo ke kufuneka ukuba zifike zikwimeko ekufaneleyo ukuba zingasetyenziswa kwiindlela zophendlo lwezifo zezityalo.
ISebe lezoLimo leNtshona Koloni nabasebenzi balo abalwamkeli uxanduva lweziphumo zolu phendlo.Xa ufuna inkcazelo eyenye, qhagamshelana no:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IXABISO:
Iintlawulo ukuza kuthi ga ngomhla wokuqala kwekaTshazimpunzi ka-2006 bezimi ngolu hlobo:
Uvavanyo lweembewu lwenziwa ngexabiso ngokwesizathu olwenzelwe sona.Imeko nganye ijongwa ngokwemiba yayo.Amaxabiso aquka iVAT yaye anokwenyuka ngokuhamba kwamaxesha.
Amaphetshana achaza ixabiso laloo nkonzo athunyelwa kumntu ojongene noko njengoko kuthiwe thaca kwiphetshana lesicelo
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Ukujongan Nomgangatho Kwanokuqinisekisa Impilo Yezityalo (IiNkonzo)
Inkonzo Enikezela Iingcebiso Ngamachiza Abulala Izityalo Ezingadingekiyo (IiNkonzo)
Inkonzo Enikezela Iingcebiso Ngesondlo Kwizityalo (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
