UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ulwaphulo-mthetho, uMthetho NobuLungisa
INKCAZELO:
Owona msebenzi weeNkundla zooMaspala kukujongana nokukhupha izohlwayo kwiziphoso zemithetho yendlela , kwakunye nokungathotyelwa kwemithetho yoomaspala, efana naleyo:
Ungajonga-jonga ke eminye yemithetho yeSixeko saseKapa apha.
iSixeko saseKapa sinikezela ngabatshutshisi, iinkundla kwanolawulo. (uMlawuli kwiCandelo Ltshutshiso Loluntu unikezele ngamagunya okugweba abantu abophule imithetho yoomaspala kumagosa amabhunga oomaspala. uMlawuli lo ke ukwanawo namandla okudlulisela amagunya okutshutshisa kulo naliphi na igosa, okanye kuye namphi na umqeshwa.)
IMIYALELO:
Ukuba ungathanda ukuhlawula isohlwayo sakho sesiphoso sendlela, yiya kwicandelo lemibuzo elikweyona Nkundla kaMaspala ikufutshane nawe. Apho ke baya kukuthumela kumntu ojongana nengingqi owophule umgaqo wendlela kuyo. Ungasihlawula ke isohlwayo sakho kwi-ofisi eyamkela iintlawulo.
Nceda uqonde ke ukuba i-ofisi yemibuzo ivala ngentsimbi yesithathu malanga ze yona i-ofisi eyamkela iintlawulo ivale ngecala emva kwentsimbi yesithathu malanga.
Ukuba ubukhe wabizelwa ukuvela eNkundleni kaMaspala, loo Nkundla iya kukhankanywa kwelo phepha, ndawonye nexesha nosuku ekufuneka uvele ngalo.
La mabakala amaziko:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
