UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
Ezolimo
Iinkcukacha-manani, Ulwazi & Nophando
INKCAZELO:
ISebe lezoLimo laseNtshona Koloni liye laqulunqa imiqulwana yenkcazelo emininzi apho kunikwa khona iinkcazelwana ezimfutshane kwiinkalo ngeenkalo zezolimo.
Iphetshana ngalinye kula maphetshana enkcazelo angamashumi alithoba anesine lifumaneka ngesiBhulu, ngesiNgesi nagesiXhosa, yaye libhalwe ngolwimi oluqondakala lula. Nakubeni ejoliswe kakhulu kubalimi abasaqalayo, abalimi abasele benamava bangavuna lukhulu nabo kula maphetshana zenkcazelo. Kusetyenziswe nemifanekiso kuzo zonke ngeenjongo zokuzenza ziqondakale msinyane.La maphetshana enkcazelo ke akho phantsi kwezi nkalo zilandelayo:
Izilwanyana: Izifo
Izilwanyana: Ukuxheshisa
Izilwanyana: Ulawulo
Izilwanyana: Iintlobo
Izilimo: Imifuno
Izilimo: Ezinye
Ulawulo lwemali
Ukulima iziqhamo
Ukunkcenkceshela
Umhlaba
Imithi
IMIYALELO:
Jonga amaphetshana enkcazelo simahla apha www.elsenburg.com okanye uthenge amaphetshana eenkcukacha zemiboniso njengoko zokwenza imiboniso.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IXABISO:
Izilayidi zemibala zephetshana ngalinye kula maphetshana enkcazelo lingathengwa ngokukodwa ngofuna ukulisebenzisa kwintetho-nkcazelo, ngala maxabiso alandelayo:
Amancinane (10 izilayidi okanye ngaphantsi) - R100.00
Aphakathi (11- 25 izilayidi) - R170.00
Amakhulu (26 izilayidi okanye ngaphezulu) - R240.00
YAYAMENE
Iinkcukacha Ezingundoqo Ngezolimo (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
