UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Iinkonzo Zoluntu
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Ezi zifundo zizifundo eziphangaleleyo ezijoliswe ekuxhobiseni abathabathi-nxaxheba ngolwazi ukuze bayiqonde ngqo imiba ebandakanyekayo kumcimbi wentsholongwane kaGawulayo/uGawulayo/Izifo Ezingumvuka Wokwabelana Ngesondo Ngendlela Engakhuselekanga/Isifo Sephepha kwanendlela eyiyo yokuphatha abantu abaphila nentsholongwane kaGawulayo kwanabo bachatshazelwayo ngulo bhubhane.
IMIYALELO:
Abafaki-zicelo kufuneka:
Babe baqeshwe/babandakanyeka ngqo kumcimbi wentsholongwane kaGawulayo/uGawulayo/Izifo Ezingumvuka Wokwabelana Ngesondo Ngendlela Engakhuselekanga Nesifo Sephepha, okanye ke
Babe ngamavolontiya kweli candelo lentsholongwane kaGawulayo/uGawulayo/Izifo Ezingumvuka Wokwabelana Ngesondo Ngendlela Engakhuselekanga Nesifo Sephepha
Nceda uqhagamshelane noCarrol Jacobs kule nombolo yomnxeba 021 763 5330 ukuze ufumane ezinye iinkcukacha.
Inkqubo Yezicwangciso zezi zifundo iqulethe iinkcukacha zezifundo eziqhutywa apha ku-2005.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
IXABISO:
Le nkonzo ifumaneka simahla kubo bonke abasebenzi bakarhulumente, abemibutho engekho phantsi kolawulo lukarhulumente kwakunye nabasebenzi bemibutho yasekuhlaleni.
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
