UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ezempilo
Inombolo Yoncedo Olukhawulezileyo Lokuthintela Ukukhulelwa - 0800 246 432
Inombolo Yoncedo Olukhawulezileyo Lokuthintela Ukukhulelwa - 0800 246 432
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Inkonzo Engxamisekileyo Yokuthintela Ukukhulelwa ingancedisa ekuthinteleni ukukhulelwea okungalindelekanga. Nangona le nkonzo Ingxamisekileyo Yokucwangicsa ingasetyenziswa iiyure ezilikhulu elinamashumi amabini nje (iintsuku ezintlanu) emva kokuzibandakanya komntu wkintshukumo yesondo engakhuselekanga, kungakuhle kakhulu ukuba inokuqala ukusetyenziswa kwiiyure ezingamashumi asixhenxe anesibini (kwiintsuku ezintathu) emva kwaloo ntshukumo ingakhuselekanga yesondo yaye isebenzisa kakuhle nangcono xa isetyenziswe kwisithuba seeyure ezingamashumi amabini anesine emva kwale ntshukumo yokwabelana ngesondo ingakhuselekanga.Inkonzo Engxamisekileyo Yokucwangcisa ayikhukukhuseli TU kwintsholongwane kaGawulayo/kuGawulayo.
IMIYALELO:
Ukuba udinga ulwazi ngamacebo okuthintela ukyukhulelwa emva kokuzibandakanya kwintshukumo yokwabelana ngesondo engakhuselekanga, ungaqhagamshelana neziko elinikezela inkonzo Yokucwangcisa Engxamisekileyo kule nombolo yalo ingahlawulelwayo 0800 2 46 4 32 okanye ke utyelele le website www.not-2-late.co.za.Le nombolo yoncedo olukhawulezileyo ke ingakunceda ngokuthi ikunike amagama neenombolo zoqhagamshelwano zeengcali zecandelo lezempilo ezikwingingqi yakho ezinokukunceda zona ngenkonzo yazo engxamisekileyo yokuthintela ukukhulelwa.
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Le nkcazelo iyafumaneka nangesi Xhosa
YAYAMENE
Ukuthintela Ukukhulelwa (Ucwangciso-ntsapho) (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
