UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Ushicilelo
Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo
Ziintoni Iimpepha Ezixhasayo Neevawutsha?
Kufuneka Agcinwe Ixesha Elingakanani Amarekodi?
Zeziphi Iincwadi Ezigcinwayo Ngendlela Esisiseko Yogcino-ncwadi?
Ezi ziincwadi zamashishini okanye zabathengisi ezichaza ngokucacileyo yonke imiba yogcino-zincwadi
Iimpepha ezikhutshwe kwikhompyutha
Iitshati nemimiselo yee-akhawunti, izikhokelo zemiyalelo yogcino-zincwadi kwakunye neempepha zeendlela neenkqubo, ezichaza indlela yogcino-zincwadi esetyenziswa ngumntu oqhuba ishishini okanye ishishini elo
Iimpepha ezixhasayo neevawutsha
Ishishini kufuneka ligcine zonke iirekodi zazo zonke iimveliso neenkonzo elizinikiweyo okanye elinikezele ngazo lona ngokweenkcukacha ezaneleyo ukuze iReceiver of Revenue ibe nokukwazi ukuchonga iimveliso okanye iinkonzo kwaneenkampani ezinikezela ngazo okanye abathunywa bazo.
Iziqinisekiso zentengo
Iziqinisekiso zokuhlawula irhafu
Iincwadi zeenkampani ezikutyalayo
Iincwadi zeenkampani ozityalayo
Iimpepha ezichaza ingeniso
Iimpepha zeeBhanki
Iziqinisekiso zokufumana iimveliso neenkonzo
Iziqinisekiso Zokufakwa Kweemali
Naziphi na iimpepha eziqinisekisa intsebenziswano okawaphi na amangeno kuyo nsyiphi na incwadi okanye iakhawunti
Dwelisa bonke abantu okanye iinkampani ezikutyalayo nozityalayo ubuncinci ixesha eliyiminyaka emihlanu
Onke amarekodi anento yokwenza kwizinto ezithengwe kubavelisi bamanye amazwe.
Ingaba Kufuneka Agcinwe Ixesha Elingakanani Amarekodi?
Amarekodi angagcinwa ngokohlbo lwencwadi, afana neempepha neevawutsha, kufuneka agcinwe ubuncinci ixesha eliyiminyaka emihlanu ukususela kumhla wokugqitywa kwentsebenziswano, kwentshukumo opkanye intsebenzo anento yokwenza nawo.
Zeziphi Iincwadi Ezigcinwa Ngokohlobo Logcino-zincwadi Olusisiseko?
Iimpepha ezishicilelweyo
Incwadi Yemali Eziinkozo
Iincwadi yeemali ezincinci
Iincwadi zamashishini owatyalayo
Imivuzo Neentlawulo
Incwadi yengeniso
Incwadi yeemali ekusetyenzwa ngazo
Iimpepha ezigcina iinkcukcha zamashishini akutyalayo
Ukulawula ishishini elincinci.
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 21 uNovemba 2004
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
