UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
IiNkonzo
Ushishino & Noqoqosho
Ukunikezela Ingxelo Ngenkohliso Eyenziwa Ziinkampani
Ukunikezela Ingxelo Ngenkohliso Eyenziwa Ziinkampani
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
INKCAZELO:
Urhulumente unomgaqo-nkqubo wokunikezela ngamathuba eethenda kwiinkampani ezithile. Oko ke kukuthi urhulumente uthathela ingqalelo eminye imiba engeloxabiso xa anikezela ngethenda. Ukuba inkampani ethile ithi iziveze njengenkampani yenkqubo yophuhliso loqoqosho lwabamnyama, ngelixa ingekho phantsi kwabalawuli abamnyama, le nkampani inetyala "lokukhohlisa".
Amashumi amane ezigidi-gidi zeerandi asisabelo sikarhulumente wephondo esibekelwe bucala ukunikezela ngeethenda ngonyaka kufuneka aye kwiinkampani eziphantsi kwenkqubo yoqoqosho lwabamnyama. Ukuze ufumane okunye ngalo mba, funda uMgaqo-nkqubo kaRhulumente Wephondo Wokunikezela Ngeethenda Kwiinkampani Ezithile
Urhulumente Wephondo uzinikele ekuthabatheleni kuye izityholo zeenkohliso zeenkampani eziphosisa ngokuthi ziphantsi kwabalawuli abamnyama ngokumandla. Kukho ukuxhalaba ngeenkampani ezikhohlisa ngokuzenza iinkampani zenkqubo yophuhliso loqoqosho lwabamnyama ngeenjongo zokuphucula amathuba azo okufumana ezi zibhambathiso zeethenda.
uMphathiswa wePhondo weSebe Lophuhliso Loqoqosho, uLynne Brown, ukhuphe umyalelo wokuba iinkampani nabantu abafaka amabango eethenda afunyaniswe enetyala lokukhohlisa urhulumente aya kubekwa izityholo zolwaphulo-mthetho. Izibhambathiso esele zizifumene ezi nkampani nazo zingarhoxiswa.
IMIYALELO:
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
