UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Ushicilelo
Iindaba
Isimemo: Isikolo esitsha seMathematika neSayensi
Isimemo: Isikolo esitsha seMathematika neSayensi uNovemba 2003
UMTHOMBO WEENDABA iSebe Lemfundo leNtshona Kapa (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
ISebe leMfundo leNtshona Koloni libonelela abafundi abahlwempuzekileyo ngeebhasari, ngendawo yokufundela enomtsalane nekhuselekileyo, ngothutho ukusuka kwezona zitishi zikaloliwe zikufuphi kubafundi abahlala emakhaya, ngootitshala abanamava nabafunde de bayityekeza imfundo, ngezibonelelo zodidi oluphezulu kunye nezibonelelo ezigqibeleleyo zezemidlalo nezokuziphumza ingqondo.
ISebe leMfundo leNtshona Koloni lidlulisela esi simemo sisodwa kubaqeshwa balo bakaRhulumente wePhondo leNtshona Koloni ukuba bafake izicelo zobhaliso kwezi zithuba zikhoyo egameni labantwana babo, ukuba abantwana abo baza kungenela iBakala 10 okanye 11 ngo-2005, ungadlulanga umhla wama-26 Novemba 2004.
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 4 uNovemba 2004
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
