UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
Iindaba
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
IINDABA
IINTETHO
USHICILELO
IIKOMITI
IZIGANEKO
IZIXHOBO
UQHAGAMSHELWANO
UMTHOMBO WEENDABA INkulumbuso yeNtshona Koloni (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
INkulumbuso uRasool uthethe neenkokeli zamaRhilikwa nosapho lwalo Kumkani evakalisa uvelwano lwePhondo ngokusishiya kwayo.
INkulumbuso uRasool ithe: " uKumkani lo ubengumntu othobekileyo, ozibophelele kakhulu ebantwini bakhe nakwindima ayidlalileyo kwezembali. Ubesoloko esebenzela abantu bakhe, nkqu nangexesha ebesele aluphele akazange ayeke ukuya kumaBhunga eeNduna, kananjalo engazange ayeke nokukhokela (abantu bakhe).
UKumkani wesibini ule Fleur wayeyiqonda imfuneko yokwenza ibango lezinto zobuni nobuzwe bakhe zamandulo. Ifuthe lenkqubo yokuthinjwa kwemihlaba neyocalu-calulo nokucalulwa kaBantu bokuQala beli Phondo kunye neminombo yabo alinakulinganiswa nanto. Ngenxa yoku ke, le minombo inendima ebalulekileyo eyidlalayo yokusidibanisa nembali yethu njengabantu bokuqala base-Afrika kwaye iyasimanya sibe nengqiniseko nethemba lekamva elizayo. Kufuneka sakhe iKhaya loMntu Wonke elisekeke kwintobeko, ubulungisa nasekubandakanyeni wonk' ubani."
URhulumente wePhondo kunye neenkokeli zamaRhilikwa uya kunxibelelana nosapho ukuze kwenziwe amalungiselelo omngcwabo ale Kumkani. Oku kuya kube kwaziswe ekuhambeni kwethuba.
INtshona Koloni - iKhaya loMntu wonke
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
