UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Ushicilelo
IiNkcukacha Zoluntu
I &gt Isikhokelo Semibutho Yaseburhulumenteni seNtshona Koloni
Isikhokelo Semibutho Yaseburhulumenteni seNtshona Koloni
ISISHWANKATHELO
Isikhokelo Semibutho Yaseburhulumenteni seNtshona Koloni esi luluhlu olugqibeleleyo lwamakhonkco akuqhagamshela kwimibutho namasebe ahlukeneyo karhulumente olufumaneka kwi-internet, iinkampani zabucala ezikwaphantsi kolawulo lukarhulumente, imibutho engekho phantsi kolawulo lukarhulumente kwakunye namanye amaqumrhu aseburhulumenteni, maqumrhu lawo anokuba lulutho kubemi nakubakhenkethi balapha eNtshona Koloni. Injongo yesi sikhundla ke kukwenza ulwazi oluphangaleleyo luvuleleke ukuze unxibelelwano nemibutho Yaseburhulumenteni lube lula. Nceda uqaphele ke ukuba iinkcukacha zoqhagamshelwano ezilapha zisekelwe kuphando olwaqosheliswa ngenyanga yoMqungu ngo-2002. Nceda uthumele nge-email iinkcukacha zoqhagamshelwano ezihlaziyiweyo kunye nezimvo kule dilesi questions@capegateway.gov.za.
UMTHAMO:
Imibutho Engekho Phantsi Kolawulo Lukarhulumente kunye Nemibutho Yoluntu eyahlukeneyo
Iimanyano Zabasebenzi
Amaqumrhu Nemibutho Yeengcali
Imibutho Yobugcisa & Neyenzululwazi
Imibutho Yenkolo
Imibutho Yezempilo
Imibutho Yemicimbi Yendalo
Imibutho Yezemidlalo
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
