UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
ISebe loRhulumente woMmandla nezeZindlu
UZISO LWENKONZO YOLWAKHIWO LWEZINDLU: UBUME
UBUME
IINKONZO
AMAPHULO
USHICILELO
UQHAGAMSHELWANO
ICandelo loMlawuli oyiNtloko wokuNikwa kwabantu iZindlu uququzelela ulawulo lweprojekthi exhasa kwaye ikhuthaze uphuhliso lwenkqubo yokuhlaliswa kwabantu ezindlwini kwiSebe loRhulumente woMmandla nezeZindlu.
Likhokele la macandelo alandelayo:
ICandelo loMlawuli woLawulo lweProjekthi yeZindlu
ICandelo loMlawuli woLawulo lweProjekthi yeZindlu
ICandelo loMlawuli woZiso lweeNkonzo nokuXhotyiswa koLuntu
Imisebenzi:
Ukulawulwa kweeprojekthi zezindlu kunye nolawulo lwemali-mboleko yezindlu.
Ukwenziwa kwenkonzo yeengcebiso ngophuhliso oluphathelele ekuhlalisweni kwabantu ezindlwini.
Ukukhuthazwa nokulawulwa koxhobiso ngezoqoqosho nokuxhotyiswa ngolwazi nangobuchule.
Ukuvandlakanywa kwendlela owenziwa ngayo umsebenzi womasipala wokunikwa kwabantu izindlu nophando ngeengxaki zeeprojekthi
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
