UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iziganeko
Iphulo Elimandla Lokugonya Ipoliyo Nemasisi Kubo Bonke Abantwana Abangaphantsi Kweminyaka Emihlanu 
Iphulo Elimandla Lokugonya Ipoliyo Nemasisi Kubo Bonke Abantwana Abangaphantsi Kweminyaka Emihlanu 
UMHLA:
IBAKALA:
IPhulo
INKCAZELO:
YIPHELISE NYA IPOLIYO! UYIPHELISE NYA IMASISI! NGOKUGONYA!
Ngoobani?
Bonke abantwana kwisizwe siphela, abangaphantsi kwiminyaka emihlanu baya kufumana izongezelelo ezibini zokuthintela ipoliyo. Abantwana abaphakathi kweenyanga ezili- 9 neminyaka emihlanu baya kufumana isitofu esinye esisongezelelo sokuthintela imasisi.
Nini?
Phi?
Dibana neklinikhi ekufuphi kuwe.
UMNINI-MCIMBI:
Iinkqubo Eziphangaleleyo Zezempilo (Isebe Lezempilo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
YAYAMENE
Ugonyo (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
