UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Urhulumente uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa
Iinkonzo Zonyango Lwemfuyo
IINKONZO ZONYANGO LWEMFUYO: UBUME
UBUME
IINKONZO
UQHAGAMSHELWANO
IiNkonzo Zonyango Lwezilwanyana ziqulethe:
Impilo yezilwanyana: Ukujongajongana neengozi zezifo zezilwanyana, ukunqanda ukusasazeka kwezifo, ukongamela ukugqabhuka kwezifo zezilwanyana, nokucutshwa kokuvela kwezifo zezilwanyana ukulungiselela ukuba abavelisi bemfuyo bakhuphisane kumgangatho wanamhla kuqoqosho lwehlabathi.
Ukhuseleko Lokutya: ukujongajongana neengozi kwakunye nophuhliso lwempilo yezilwanyna olubonelelwa nguRhulumente, ukuza nemiqathango nokujonga-jongana nokusetyenziswa kolawulo lwemicimbi yezempilo kwizilarha zokuxhelela, kwiindawo ezivelisa nezithumela ukutya kumanye amazwe ngokurhweba.
Iinkonzo Zophando Lobugcisa Kwimpilo Yezilwanyana: ukwenza inkonzo yogonyo ngokophando lobugcisa kwimpilo yezilwanyana ngokungqamene nezithethe nemigangatho yezwe lethu neyamanye amazwe ukuze kuphuhle ukwamkeleka ngokwezempilo nemvume yokuthengisa izilwanyana neemveliso zezilwanyana
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
