UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Izalathiso
Iinkonzo
UMzantsi Afrika & neNtshona Koloni
IKomishoni Ejongene Nezikhalazo Zoluntu Yesixeko saseKapa
IKomishoni Ejongene Nezikhalazo Zoluntu Yesixeko saseKapa
INKCAZELO:
IKomishoni Ejongene Nezikhalazo Zoluntu Yesixeko saseKapa (ekwaziwa njenge-Ombudsman) ijongana nezikhalazo ngokuziphatha kwamagosa kaRhulumente weSixeko saseKapa ngokuphathelele kuluntu jikelele. Oku ke kukwaquka iimeko zokuphathwa gadalala, izigqibo ezingenabulungisa okanye ezikhetha icala okanye ukuziphatha kwanolawulo ngendlela egwenxa. Usenakho nokufaka izikhalazo ngokungahoyakali, ukungathatyathwa kwamanyathelo okuthintela urhwaphilizo kwanokunganyaniseki kwala magosa eluntwini.
IMIYALELO:
Ungazithumela izikhalazo zakho kule dilesi:
Okanye ke utyelele le ofisi:
ngemida yolawulo lwale Komishoni ngendlela yokufaka isikhalazo amagunya ale Komishoni.
Ukuba udinga ezinye iinkcukacha, ungaqhagamshelana:
Inombolo Yomnxeba: 021 400 5487
La mabakala amaziko:
Ulwaphulo-mthetho & Nokhuseleko
IBONELELWA LISEBE:
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
YAYAMENE
Ukunikezela Ingxelo Ngobuqhetseba Norhwaphilizo (IiNkonzo)
Ukulwa Ubuqhetseba Norhwaphilizo Kwinkqubo Yokhuseleko Loluntu (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
