UMPHANDLE
UBOMI BAKHO
IMIBA
USHICILELO
IZALATHISO
URHULUMENTE
IITHENDA
IMISEBENZI
Malunga
Qhagamshelana
Uncedo
Funa nzulu
Umphandle
Imiba
Ezolimo
Ukushishina ngokulima
UKUSHISHINA NGOKULIMA
Inkonzo Yokuxilongwa Kwezifo Zezityalo (IiNkonzo)
Inkonzo Enikezela Iingcebiso Ngesondlo Kwizityalo (IiNkonzo)
Le Nkonzo Inikezela Iingcebiso Ngesondlo Kwizityalo inikezela iziphakamiso ngesondo nezichumisi kwizityalo ze igonyele iingxaki zesondlo ekuhlola-hlolweni komhlaba, amanzi nezityalo. 
Inkonzo Enikezela Iingcebiso Ngamachiza Abulala Izityalo Ezingadingekiyo (IiNkonzo)
Ngokomthetho, onke amachiza ezolimo, aquka abulala izityalo ezingadingekiyo, kufuneka evavanyelwe ukuba akulungele ngokwenene na ukuza neziphumo ezifunekayo nokhuseleko lwezityalo ngaphambi kokuba zikhutshelwe iintengiso. 
Iinkonzo zonkcenkceshelo (IiNkonzo)
Icandelwana lonkcenkceshelo kwiCandelo loLawulo lwezobuNjineli bezoLimo linikezela ngengcebiso nezikhokelo zokunceda abo bangabankcenkcesheli ukuba amanzi bawasebenzise ngendlela enocikizeko. Ezi ngcebiso ke nezi zikhokelo zibandakanya nokuhlolwa kwendlela ezicwangciswe ngayo izinto zokunkcenkceshela kwakunye nokuzihlola indlela ezisebenza ngayo phaya emasimini ezi zinto zokunkcenkceshela, khona ukuze kuqinisekiswe ukuba ziyahambelana nemigangatho ... 
Inkonzo Yenzululwazi Yomhlaba (IiNkonzo)
iCandelo Lenzululwazi Yomhlaba leSebe Lokusetyenziswa Kwezibonelelo linikezela ngenkonzo yokwahlula-hlula ngokwemigangatho umhlaba kubalimi beentengiso kwanabo batsha abanengxelo nemephu yomhlaba ... 
Ukujongan Nomgangatho Kwanokuqinisekisa Impilo Yezityalo (IiNkonzo)
uMbutho Weziswe soMzantsi Afrika Ojongene Nokhuseleko Lwezityalo unoxanduva lokujongana nempilo kwanomgangatho wezityalo ezikhuliswa apha eMzantsi Afrika okanye ezithunyelwe ngamanye eMzantsi Afrika. 
Ukuhlolwa Komhlaba Ongaphiliyo, Izityalo, Ikalika, Isichumisi, Umgquba Namanzi (IiNkonzo)
Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni
Isigama Esinokusetyenziswa uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo
Ilungelo Lobunini
